Embhalweni
- havi – ukuba nakho
- n – Into eyenziwayo
- nomo – igama
- Ana – uAna
- juna – mncinci
- bela – kuhle
- ge – abasetyhini nabamadoda
- veni – ukuza
- is – Isenzi sexesha elidlulileyo
- al – ku, ukuya ku-
- hejmo – ikhaya
- bona – kuhle
- voli – ukufuna
- u – Isenzi somyalo
- iri – ukuhamba
- i – Isenzi esingaguquki
- saluto – ukubingelela
- kio – yintoni
- vi – wena okanye nina
- fari – ukwenza
- legi – ukufunda
- sed – kodwa
- paroli – ukuthetha
- kun – kunye no-
- ĉu – ngaba
- jes – ewe
- ŝati – ukuthanda
- nur – kuphela nje
- trinki – ukusela
- kafo – ikofu
- frato – ubhuti
- jen – nansi
- ankoraŭ – nangoku, okwangoku
- varma – fudumele
- kuiri – ukupheka
- danki – ukubulela
- povi – ukukwazi
- ankaŭ – kwakhona
- mal – okuchaseneyo
- rigardi – ukujonga
- okulo – iso
- vidi – ukubona
- ke – ukuthi
- ami – ukuthanda
Okunye
- demandi – ukubuza
- domo – indlu
- facila – kulula
- granda – khulu, enkulu
- kia – uhlobo luni
- mono – imali
- nova – entsha
- pri – malunga no-, mayela no-
- se – ukuba
- tre – kakhulu
- diri – ukutsho