Embhalweni
- Maja – uMaja
- et – okuncinci, ukunciphisa
- ul – umntu
- tri – zintathu
- ig – ukwenza into ibe njalo
- sana – enempilo
- alta – phezulu
- temperaturo – iqondo lobushushu
- resti – ukusala
- morgaŭ – ngomso
- voki – ukubiza
- doktoro – ugqirha
- je – ngo, ku
- naŭ – zilithoba
- horo – iyure
- por – ye-
- helpi – ukunceda
- montri – ukubonisa
- piedo – unyawo
- vesti – ukugqoka
- ĉio – konke
- fine – ekupheleni
- semajno – iveki
- sub – phantsi kwe-, phantsi kwa-
- teo – iti
- mateno – ekuseni
- vespero – ukuhlwa
- deziri – ukufisa
- trankvila – ezolile
- farti – ukuziva, ukuphila
- eg – okukhulu, ukukhulisa
- Karlo – uKarlo
- hm – hm
Okunye
- bezoni – ukudinga
- esperi – ukuthemba
- familio – usapho
- fojo – ixesha, ithuba
- hieraŭ – izolo
- hodiaŭ – namhlanje
- infano – umntwana
- kara – othandekayo
- lando – ilizwe
- loĝi – ukuhlala, ukuhlala endaweni
- necesa – kudingekile
- pensi – ukucinga
- peti – ukucela
- proksima – eduze
- rimarki – ukuqaphela
- terura – eyoyikisayo
- tuj – ngokukhawuleza
- tuta – zonke
- utila – lusizo
- zorgi – ukunyamekela