Reklamo: Venu al la Universala Kongreso en 🇦🇹 Aŭstrio, 1–8 aŭg. 2026

Embhalweni

  • Marko – uMarko
  • esti – ukuba
  • as – Isenzi sexesha langoku
  • mi – mna
  • a – Isiphawulo
  • amiko – umhlobo
  • o – Isisibizo
  • li – yena
  • lerni – ukufunda
  • ant – okwenza ngoku
  • kaj – kwaye
  • sporto – ezemidlalo
  • ist – umsebenzi, umntu oqhele into
  • nun – ngoku
  • sidi – ukuhlala phansi
  • en – ku, ngaphakathi kwe-
  • ĉambro – igumbi
  • sur – phezu kwe-
  • tablo – itafile
  • papero – iphepha
  • j – Ubuninzi
  • libro – incwadi
  • ĝi – yona
  • skribi – ukubhala
  • la – lo / le
  • patro – utata
  • in – owasetyhini
  • de – ka, ukusuka ku-
  • ne – hayi, hayi
  • ili – bona
  • labori – ukusebenza
  • hotelo – ihotele
  • instrui – ukufundisa
  • ŝi – yena wasetyhini

Okunye

  • Ana – uAna
  • ĉu – ngaba
  • jes – ewe
  • kio – yintoni
  • kiu – ngubani, ngowuphi
  • lingvo – ulwimi
  • ni – thina
  • nomo – igama
  • respondi – ukuphendula
  • seĝo – isihlalo