Reklamo: Venu al la Universala Kongreso en 🇦🇹 Aŭstrio, 1–8 aŭg. 2026

Embhalweni

  • kiel – njani
  • pasi – ukudlula
  • naski – ukuzala
  • kelkaj – ezimbalwa
  • familio – usapho
  • an – ilungu leqela
  • iom – okuncinci, inani elithile
  • trovi – ukufumana
  • almenaŭ – ubuncinane
  • ordo – ukulungisa
  • io – okuthile
  • manki – ukushoda
  • lakto – ubisi
  • necesa – kudingekile
  • anstataŭ – endaweni ka-
  • intereso – umdla
  • ekskurso – uhambo
  • klubo – iklabhu
  • ĵeti – ukuphonsa
  • ia – uhlobo oluthile
  • uj – isitya, umthi, ilizwe
  • ĝusta – okulungile
  • for – kude, ukususa
  • inter – phakathi, phakathi kwe-
  • sama – okufanayo
  • fojo – ixesha, ithuba
  • rajti – ukuvunyelwa
  • proponi – ukuphakamisa
  • du – zimbini
  • parto – inxalenye
  • sukceso – impumelelo
  • iu – umntu othile
  • ideo – umbono
  • tro – ngokweqileyo
  • ec – umgangatho ongabonakaliyo
  • reala – ngokoqobo
  • silento – thule
  • daŭri – ukuqhubeka
  • nu – ake
  • minuto – umzuzu
  • telefono – ucingo
  • viziti – ukuvakashela
  • dolĉa – mnandi
  • atenti – ukunaka
  • dika – ityebile, ukuba ngqindilili
  • ŝanĝi – ukutshintsha
  • opinii – ukuba nombono
  • sen – ngaphandle kwe-
  • sola – yedwa

Okunye

  • ĉefo – umphathi
  • ekzemplo – isibonelo
  • rilati – ukuhlobana
  • sekvi – ukulandela
  • simpla – lula
  • universala – jikelele