Reklamo: Venu al la Universala Kongreso en 🇦🇹 Aŭstrio, 1–8 aŭg. 2026

Guqulela uze uphendule

1. Ngubani oza kucoca ikhitshi emva kwesidlo sasemini?

2. Ungathanda ukusela ini: iti, ikofu, okanye akukho nto?

3. Kutheni ugqibe ngesiquphe kangaka ukulungisa kwakhona igumbi lakho elincinci?

4. Uzinike bani iiglasi zewayini ezicocekileyo?

5. Iklabhu yakho yezemidlalo yadlala nangoobani kwiiveki ezimbini ezidlulileyo?

6. Ngaba uqhele ukubona ipolisa elihlala kwiflethi ephezu kweyakho?